Home / Treatment Literacy Series / 1 Intshayelelo kwi-HIV-Inxalenye A


isiXHOSA

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye A

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA

Kwisahluko A sale nkqubo siza kube sifunda ngezinto ezingundoqo ezimalunga ne-HIV. Siza kufunda ngentsholongwane, nokuba isasulela njani yaye isasazeka njani kwabanye. Kwakhona siza kujonga iintsholongwane ezahlukeneyo ezingasosulela, nokuba ziwabangela njani amangenelela zifo athi asixhaphaze xa sosulelwe yi-HIV.

Izahluko

Intshayelelo
1. Yintoni i-HIV?
2. Imvelaphi ye-HIV?
3. Imbali kabhubhane ye-HIV?
4. Inani labantu abaphila ne-HIV?
5. Iintlobo ze-HIV?
6. Indlela abantu abafumana ngayo i-HIV?
7. Iintlobo ezahlukeneyo zeentsholongwane?
8. Ubomi be-HIV?